plans

 

Mbara Funeral Directors is a funeral home for everyone. We have 3 policies that we pride ourselves in, namely, uSapho Lodwa, uMziwonke, and uGalelebhayini.

Please download an application form of your desired plan, fill it in, scan it and send it to info@mbarafuneraldirectors.co.za and we will come back to you shortly. 

uSapho Lodwa (Plan)


Ku Sapho lodwa ufaka abantu abayi 6 uTata, uMama nabantwana abangaphantsi kwe 21 years noba ifani zabo azifani, ipremium yi R100, joining fee yi R50, ulinda inyanga ezintathu 

Iibenefits zihamba ngoluhlobo

1. Umzimba siwulanda mahala uba uweĺe apha eEastern Cape if ungaphandle uyahlawulelwa
2. Singcwaba nge Casket intloko ne spouse kuphela, abantwana bangcwatywa nge coffin
3. Mortuary services
4.Senza idecoration ententeni nase holweni
5. Senza idecoration emangcwabeni kunye ne ntente yamangcwaba
6. Sikhupha iiprogrammes
7. Sikhupha Ingcawe
8. Sikhupha ibhodi yamangcwaba
9. Sithoba nge lowering device

uMziwonke (Plan)

Ku Mziwonke ufaka abantu abayi 10 noba ifani zabo azifani asinayo iage limit, ipremium yi R150, joining fee yi R50, ulinda inyanga ezintathu.

Iibenefits zihamba ngoluhlobo

1. Umzimba siwulanda mahala apho uweĺe khona
2. Singcwaba nge Casket intloko ne spouse kuphela, amanye amalungu angcwatywa nge coffin
3. Mortuary services
4.Senza idecoration ententeni nase holweni
5. Senza idecoration emangcwabeni kunye ne ntente yamangcwaba
6. Sikhupha iiprogrammes
7. Sikhupha Ingcawe
8. Sikhupha ibhodi yamangcwaba
9. Sithoba nge lowering device

uGalelebhayini (Plan)


Ku Galelebhayini ufaka abantu abayi 11 noba ifani zabo azifani asinayo iage limit, ipremium yi R220, joining fee yi R50, ulinda inyanga ezintathu 

Iibenefits zihamba ngoluhlobo

1. Umzimba siwulanda mahala apho uweĺe khona
2. Siwangcwabe nge Casket oyi 11 amalungu
3. Mortuary services
4.Senza idecoration ententeni nase holweni
5. Senza idecoration emangcwabeni kunye ne ntente yamangcwaba
6. Sikhupha iiprogrammes
7. Sikhupha Ingcawe
8. Sikhupha ibhodi yamangcwaba
9. Sithoba nge lowering device